INKQUBO ENGUNDOQO YEZENTLALONTLE
IPHEPHA LEMIBUZO ENGEKHAYA
UKUZAZISA
INOMBOLO YEKHAYA
UNDWENDWELO LOMBUZI
UNDWENDWELO LOKUGQIBELA
UMHLA
USUKU
INYANGA
IGAMA LOMBUZI
ISIPHUMO*
UNDWENDWELO OLULANDELAYO
UMHLA
INANI LONDWENDWELO LULONKE
IXESHA
IIKHOWUDI ZESIPHUMO
LIGQITYIWE
EBEKHO AMANYE AMALUNGU EKHAYA KODWA ENGEKHO ONOKUKWAZI UKUPHENDULA IMIBUZO
AMALUNGU EKHAYA AKAKHO ONKE
LIBEKELWE IXESHA ELIZAYO
WALILE
INDAWO YOKUHLALA AYINAMNTU OKANYE IDILESI AYIYONDAWO YOKUHLALA
INDAWO YOKUHLALA YACHITHWA
INDAWO YOKUHLALA AYIFUNYANWA
ESINYE:
XELA
BEBONKE EKHAYA
BONKE ABAFAZI ABAFANELEKILEYO
IGAMA
UMHLA
ICANDELO A: IINKCUKACHA ZAMALUNGU EKHAYA
Singathanda ukufumana ulwazi ngabantu abadla ngokuhlala kweli khaya okanye abahlala nawe ngoku.
ABAHLALI BESIQHELO
UZALWANO NENTLOKO YEKHAYA
ISINI
UBUDALA
ULWAZI LOKUFUNDA NOKUBHALA
EYONA MFUNDO IPHUNYELELWEYO
Nceda ndinike amagama abantu abadla ngokuhlala kweli khaya okanye abahlala nawe ngoku , qala ngentloko yekhaya.
Intloko
Umlingane
Unyana/intombi
Ubhuti/usisi
Umzukulwana
Umntwana womzukulwana
Umzali
Oomawokhulu
Akazalani
Andazi
Ezinye izizalwane
Xela
Ingaba (IGAMA) yindoda okanye libhinqa?
Wayemngakanani (IGAMA) ngemini yokuzalwa kwakhe yokugqibela?
Andazi
CIKIDA
Yeyiphi esebenzayo kwezilandelayo:
Angabhala/afunde ileta engolwimi lwakhe lula nzima akakwazi konke
Ibanga 1 2 Ibanga 2
Ibanga 3 4 Ibanga 4
Ibanga 5 6 Ibanga 6
Ibanga 7 8 Ibanga 8
Ibanga 9
IDiploma/Isatifiketi
Isidanga
Akukho mfundo
Enye (Xela)
INGEMINYAKA
FUNDA
BHALA
INGQESHO ABANTU ABANGAPHEZULU KWEMINYAKA EMI-5 UBUDALA
ABANTU ABASEBENZAYO
ABANTU ABANGASEBENZIYO
Uyasebenza?
Ingaba
Uqeshiwe
Uziqeshile
Ungumsebenzi wasekhaya ongahlawulwayo?
Wenza umsebenzi onjani?
Uphangela phi?
Kwilali enye
Kwenye ilali kwiPhondo loMntla (Xela)
Edolophini/esixekweni kwiPhondo loMntla
Xela
Kwifama yorhwebo kwiPhondo loMntla
Xela
Kwelinye iphondo (Xela)
Enye (Xela)
Ingaba uxakekile ufuna umsebenzi?
Uphila ngokwenza ntoni?
EWE
HAYI
EWE
HAYI
IMFUDUKO
Wazalelwa phi (IGAMA)? (Indawo nephondo)
Ntshona Koloni
Mntla Koloni
Mpumalanga
Mntla-Ntshona iPhondo loMntla
Lide kangakanani ixesha (IGAMA) ehlala kule lali? (Iminyaka neenyanga)
Wayehlala phi (IGAMA) kwiinyanga ezili-12 ezadlulayo? (Indawo nephondo)
Ntshona Koloni
Mntla Koloni
Mpumalanga
Mntla-Ntshona iPhondo loMntla
Yayiyintoni esona sizathu sika (IGAMA) sokutshintsha indawo yokuhlala? 1Impangelo
Umtshato
Isikolo
Esinye(Xela)
Ubakho nini(IGAMA)?
Yonke imihla
Kanye ngeveki
Kanye kwiveki ezimbini
Kanye ngenyanga
Kanye emva kweenyanga ezi-3
Kanye emva kweenyanga ezi-6
Kanye ngonyaka okanye ngaphezulu.
Elinye (nceda xela)
NDAWO
MINYAKA 
NYANGA 
NDAWO
UKONDLA/UKUGCINA
ABANTWANA ABANGAPHANTSI KWEMINYAKA E-7 UBUDALA
UKUFANELEKA
ABANTWANA ABANGAPHANTSI KWE-15 LEMINYAKA KUPHELA:
Ingaba ukhona omnye kubazali bakhe bendalo ohlala kweli khaya?
Ingaba (IGAMA)unabantwana abangaphantsi kweminyaka e-7?
YENZA ISANGQA KUMGCA ONENANI LABAFAZI ABAFANELE UKUBUZWA NGABANYE
Onke amabhinqa 15-49 iminyaka ubudala25
EWE
HAYI
EWE
HAYI
Ikhonza phi intloko yekhaya?
Ezinye EziMnyama Ezizimeleyo 8
Enye inkolo 14
Akukho nkonzo (kuchaziwe) 15
Chasa (kuchaziwe) 16
Enye (Xela) 77
ICANDELO B: IINKCUKACHA ZOKUHLALA EKHAYA
Xela uhlobo lwesakhiwo ehlala kuso intloko yekhaya.
Iingxande 1
Izindlu zengca 2
I/amagumbi ngasemva 3
Esinye (Xela) 77
Xela uhlobo lwesakhiwo ahlala kuso amalungu amaninzi ekhaya.
Iingxande 1
Izindlu zengca 2
I/amagumbi ngasemva 3
Esinye 77
Ingaba intloko yekhaya ihlala kwisakhiwo esinye namalungu amaninzi ekhaya?
Ewe 1
Hayi 2
Xela ukuba iindonga zesakhiwo esihlala intloko yekhaya sakhiwe ngantoni isikakhulu.
Isitena esize 1
Inkonxa / izinki 4
Izinti 5
Udaka/Umhlaba 6
Ingca efulelwayo 7
Enye (Xela) 77
Xela ukuba uphahla lwesakhiwo esihlala intloko yekhaya lwakhiwe ngantoni isikakhulu.
Inkonxa / izinki 2
Izinti 3
Ingca efulelwayo 4
Enye (Xela) 77
Xela ukuba umgangatho wesakhiwo esihlala intloko yekhaya wakhiwe ngantoni isikakhulu
Ilitye 1
Isamente 3
Umthi 4
Udaka/ Umhlaba/Ubulongwe 5
Enye (Xela) 77
Xela ukuba iindonga zesakhiwo esihlala uninzi lwamalungu ekhaya sakhiwe ngantoni isikakhulu.
Isitena esize 1
Inkonxa / izinki 4
Izinti 5
Udaka/Umhlaba 6
Ingca efulelwayo 7
Enye (Xela) 77
Xela ukuba uphahla lwesakhiwo esihlala uninzi lwamalungu ekhaya lwakhiwe ngantoni isikakhulu.
Inkonxa / izinki 2
Izinti 3
Ingca efulelwayo 4
Enye (Xela) 77
Xela ukuba umgangatho wesakhiwo esihlala uninzi lwamalungu ekhaya wakhiwe ngantoni isikakhulu
Ilitye 1
Isamente 3
Umthi 4
Udaka/ Umhlaba/Ubulongwe 5
Enye (Xela) 77
Ingaba indawo yokuhlala yeyelungu losapho?
Ewe 1
Hayi (Xela amalungiselelo) 2
Inamagumbi amangaphi indawo yokuhlala yekhaya? (Ngamagumbi sithetha awokuhlala / awokulala)
Igumbi linye 1
Amagumbi mabini 2
Amagumbi mathathu 3
Amagumbi mane 4
Amagumbi mahlanu okanye ngaphezulu 5
Uwafumana phi amanzi okusela?
Itephu esendlwini 1
Itephu kwisiza 2
Itanki lamanzi emvula 4
Umngxuma wesitsala-manzi/iqula 5
Umthombo okhuselweyo 6
Umlambo / idami / umthombo ongakhuselwanga 7
Enye (Xela) 77
Kuthatha ixesha elingakanani ukuya kukha amanzi okusela?
Ngaphantsi kwama-30 emizuzu 1
Imizuzu engama-30 ukuya ngaphantsi kweyure e-1 2
iyure ukuya ngaphantsi kweeyure ezi-2 3
iiyure ukuya ngaphantsi kweeyure ezi-3 okanye ngaphezulu 4
Unawo umbane kwindawo yokuhlala yakho?
Ewe 1
Hayi 2
Kubaswa ntoni likhaya xa kuphekwa?
Umbane 1
Igesi 2
Iinkuni 4
Amalahle 5
Amalongwe 6
Enye (Xela) 77
Kulayitwa ntoni likhaya?
Umbane 1
Igesi 2
Amakhandlela 4
Umthi 5
Enye (Xela) 77
Ikhaya lisebenzisa oluphi uhlobo lwendlu yangasese?
Indlu yangasese egungxulwayo 1
Umngxuma 2
Ipheyile/ibhakethi 3
Ihlathi 4
Enye (Xela) 77
Nceda xela ukuba ikhona kwezi zilandelayo (esebenzayo) kwikhaya lakho:
Ewe Hayi
Irediyo 1 2
Ezinye izinto zombane (Xela) 1 2
Nceda xela ukuba likhona na ilungu lekhaya elinenye kwezi (esebenzayo):
Ewe Hayi
Ibhayisekile 1 2
Isithuthuthu 1 2
Imoto okanye itrakhi 1 2
Inqwelo 1 2
Imfuyo 1 2
Ingaba ikhaya lakho linomhlaba wokulima?
Ewe 1
Hayi 2 Umbuzo 54
Ingaba ikhaya liyawusebenzisa lo mhlaba?
Ewe 1
Hayi 2
Nceda qikelela ingeniso yenyanga yekhaya.
Yenza u-x ecaleni kwazo zonke iimpendulo
Ukufuya nokulima
Umhlala-phantsi /Isibonelelo soncedo oluvunyiweyo
Umvuzo
Imisebenzi yezandla/ukuthengisa esitalatweni
Ukuthengisa utywala
Omnye (Xela) 77
Nceda xela izinto ezintathu ezibalulekileyo kwinkcitho yekhaya yenyanga.
Yenza u-x kwizinto ezintathu ezibalulekileyo
Ukutya
Imali yesikolo neencwadi
Iindleko zonyango
Iindleko zendlu
Uthutho
Enye (Xela) 77
